Hallelujah
Athi ungahleli mntanami
Hallelujah
Nkosi yiza nguwe thembalami
Dwala lami la phakade
Siphephelo sam’
Umangiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
(Xa ndiyekelelwa)
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi
Xa ndiyekelelwa nguwe
Ndophalala njengamanzi